UHEZEKILE 3:18
UHEZEKILE 3:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Xa ndithi kongendawo, Inene, ùya kufa; usuke wena ungamvuseleli, ungathethi ukuze umvuselele ongendawo, ukuze aphume endleleni yakhe engendawo, aphile; wófa ongendawo lowo ngobugwenxa bakhe, kodwa lona igazi lakhe ndolibiza esandleni sakho.
UHEZEKILE 3:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Xa ndisithi kumntu okhohlakeleyo: ‘Wena uza kufa,’ waza wena akwamlumkisa okanye akwamkhalimela ukuze ahlukane nobugwenxa khon' ukuze aphile, ngokwenene loo mntu ukhohlakeleyo uya kufa ngenxa yezono zakhe, kodwa ityala lokufa kwakhe ndolixhoma phezu kwakho.
UHEZEKILE 3:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ukuba ndithe kongendawo, Inene, uya kufa; ungathethi naye umoni, ulumkise umoni ngendlela yakhe embi, ukuba awusindise umphefumlo wakhe; Ongendawo uya kufa ngobungendawo bakhe; ke igazi lakhe ndolibiza esandleni sakho.
UHEZEKILE 3:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ndakuti kokohlakeleyo: Uya kufa ngenyaniso; ukuba akumyali, nokuba akuteti ukumyala okohlakeleyo aguquke endleleni yake ekohlakeleyo, ukuze kulondolozwe ubomi bake; lowo okohlakeleyo uya kufa etyaleni lake, negazi lake ndolibiza esandleni sako.