Ndandiya kumisa ubuso bam ngakubo; baya kupuma komnye umlilo, wandule omnye umlilo ubadle; naniya kukwazi okokuba mna ndi NGUYEHOVA, ndakubeka ubuso bam ngakubo.
Funda U‐Hezekile 15
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Hezekile 15:7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo