Kanjako wasenza isibingelo samadini okutshiswa ngemiti yeshitime: sasizikubite ezintlanu ubude baso, nekubite ezintlanu ububanzi baso; sanamacala mane; nobupakamo baso sasizikubite ezintatu.
Funda I‐Kesodusi 38
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Kesodusi 38:1
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo