Ndandiya kuhlala pakati kwosapo luka‐Sirayeli, ndize ndibe NGUTIXO walo. Luya kwandula lukwazi okokuba ndi NGUYEHOVA, UTIXO walo, olukupileyo elizweni le‐Jipete, ukuba ndihlale pakati kwalo: mna ndi NGUYEHOVA, UTIXO walo.
Funda I‐Kesodusi 29
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Kesodusi 29:45-46
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo