Bona ke, ndiya kuma ebusweni bako kona, pezu kwelityekazi lase‐Horebe; wauya kubeta ilityekazi, kuze kupume amanzi kulo, ukuba basele abantu. Wenje njalo ke u‐Mosesi emehlweni abadala bo‐Sirayeli. Wabiza igama lalondawo ngo‐Masa, nango‐Meriba, ngenxa yokupika kwosapo luka‐Sirayeli, nangenxa yokumlinga kwalo UYEHOVA, lusiti: Uko na UYEHOVA pakati kwetu, akako kusinina?
Funda I‐Kesodusi 17
Share
Compare All Versions: I‐Kesodusi 17:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos