Ba̔lelani ama‐Juda nani, njengoko kulungileyo emehlweni enu, egameni lokumkani, nincamatisele ngomsesane wokumkani: ngokuba isiba̔lo, esiba̔liweyo egameni lokumkani, nesincanyatiselweyo ngomsesane wokumkani, kungeko mntu ongasibuyisayo.
Funda U‐Esetere 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Esetere 8:8
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo