U‐Esetere 10
10
1KEKALOKU ukumkani u‐Hasheveroshe wabeka pezu kwelizwe, napezu kweziqiti zolwandle, ukunikela. 2Nazo zonke izenzo zegunya lake nezamandla ake, nesishumayelo sobukulu buka‐Modekai, obo ukumkani wamenza mkulu ngabo, aziba̔lwanga na zona encwadini yemicimbi yemihla ngemihla yokumkani be‐Medi ne‐Peresiya? 3Ngokuba u‐Modekai um‐Juda ebengowasemva kwokumkani u‐Hasheveroshe, emkulu pakati kwama‐Juda, ebukekile kwisininzi sabazalwana bake, efuna ubutamsanqa babantu bake, eteta uxolo kuyo yonke inzalo yake.
Currently Selected:
U‐Esetere 10: XHO1902A
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.