Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:16-17

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:16-17 XHO1902A

pezu kwazo zonke ezizinto, nilitabatile ikaka lokolo, eniya kuba namandla ngalo ukucima zonke intolo ezitshayo zokohlakeleyo; nize namkele umnqwazi wosindiso, nesiṙele SOMOYA, esililizwi LIKATIXO

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:16-17