Makungapumi nakunye ukuteta okubolileyo emlonyeni wenu, makube koko kusukuba kulungele ukumiswa kwokuswela okukoyo, ukuze kunike ufefe kwabakuvayo; ize ke ningamdanisi UMOYA OYINGCWELE KATIXO, enanite kuye nancanyatiselelwa imini yokukululwa. Makukweleliswe kuni bonke ubuṙaṙa, nomsindo, noqumbo, nengxolo, nogxeko, kunye nalo lwonke ulunya; kodwa yibani ninobubele omnye kwomnye, ninenceba, nixolelana, njengokuba ete NOTIXO ku‐Kristu waxolela nina.
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 4:29-32
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo