Ngokuba UYEHOVA, UTIXO wako, ekuzisa elizweni elilungileyo, ilizwe lemilanjana yamanzi, lemitombo nenzulu, epumayo emihlanjeni nasezintabeni; ilizwe lenqolowa, neṙalasi, nemiti yeveyine, nemikiwane, negranate; ilizwe leminquma yeoli nobusi; ilizwe uya kusitya isonka kulo kungeko buhlwempu, apo ungayi kuswela luto kona; ilizwe elimatye asisincete, nelintaba uya kumbela ubedu kuzo.
Funda I‐Duteronomi 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Duteronomi 8:7-9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo