I‐Duteronomi 30:9

I‐Duteronomi 30:9 XHO1902A

Waye UYEHOVA, UTIXO wako, eya kukutyebisa ngawo wonke umsebenzi wesandla sako, ngesixakato sesizalo sako, nangesixakato sezilo zako, nangesiqa̔mo somhlaba wako, kube kokulungileyo: ngokuba UYEHOVA eya kubuya agcobe pezu kwako ukukwenzela okulungileyo, njengokuba wabegcoba pezu kwoyihlo bako