ngokuba ndikuyala namhla ukuba umtande UYEHOVA, UTIXO wako, nokuba uhambe ezindleleni zake, nokuba ugcine imiyalelo yake, nemimiselo yake, nezigwebo zake; ukuze ubudle ubomi, wande nokwanda, ati UYEHOVA, UTIXO wako, akutamsanqele elizweni apo uya kona ukulifuya
Funda I‐Duteronomi 30
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Duteronomi 30:16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo