UYEHOVA, UTIXO wenu, ohambayo pambi kwenu, nguye oya kunilwela; njengako konke wanenzelayo e‐Jipete pambi kwamehlo enu, nasentlango, apo nibonileyo okokuba UYEHOVA, UTIXO wenu, unitwele, njengokuba umntu etwala unyana wake, kuyo yonke indlela benihamba ngayo, nada nafika kulendawo.
Funda I‐Duteronomi 1
Share
Compare All Versions: I‐Duteronomi 1:30-31
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos