Wayesiti: Bona ke, ndiya kukwazisa oko okuya kubako ekugqityelweni kwengqumbo; ngokuba ixesha elimiselweyo sinesipelo. Inkunzi yegusha owayibonayo inempondo mbini, bangokumkani bama‐Medi nama‐Peresiya. Nebokwe elixonti, ngukumkani we‐Javane; nopondo olukulu, olo lupakati kwamehlo ayo, ngukumkani wokuqala.
Funda U‐Danyeli 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Danyeli 8:19-21
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo