Bapendula o‐Shadraki, no‐Meshaki, no‐Habedi‐nego, bati kukumkani: Nebukanetsare! asifun’ ukuba sikupendule ngalendawo. Ukuba kunjalo, UTIXO wetu, esimkonzayo, unamandla okusikulula eziko lomlilo ovutayo; ewe, wosikulula esandleni sako, kumkani! Kodwa ukuba akunjalo, makwazeke kuwe, kumkani! ukuba otixo bako asiyi kubabedesha, nomfanekiso wegolide uwumisileyo asiyi kuwubedesha.
Funda U‐Danyeli 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Danyeli 3:16-18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo