Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 3:16-17

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 3:16-17 XHO1902A

Ilizwi lika‐Kristu malikolise ukuma kuni, nifundisana nilulekana ngobulumko bonke, ngamaculo, nangengoma zokudumisa, nangezivumo ezibumoya, nivuma ngofefe ezintliziyweni zenu ENKOSINI. Nako konke enisukuba nikwenza ngelizwi umhlaumbi ngesenzo, zonke izinto zenzeni egameni LENKOSI u‐Yesu, nibulela kuye UTIXO noyise ngayo yona.