Yitini ngoko, bazalwana! nifune kwa kuni amadoda abe sixe̔nxe anqi̔nelwayo kakuhle, azele NGUMOYA OYINGCWELE nabubulumko, esiya kuwamisela pezu kwalomcimbi. Kodwa tina somana ukuhlala ekutandazeni, nasebukonzini belizwi.
Funda Izenzo zabapostile 6
Share
Compare All Versions: Izenzo zabapostile 6:3-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos