IZENZO 6:3-4

IZENZO 6:3-4 XHO75

Khangelani ngoko, bazalwana, amadoda kuni abe sixhenxe, angqinelwe ukulunga, ezele nguMoya oyiNgcwele nabubulumko, esiya kuwamisela lo msebenzi; ke thina siya kuzingisa ekuthandazeni nasekulungiseleleni ilizwi.