Ngokuba bekumi ngakum ngobubusuku ingelosi KATIXO, lowo endingowake, nendimkonzayo, isiti: Ungoyiki, Paulusi! ufanele ukuma pambi kwo‐Kesare; kanjalo bona ke, UTIXO ukupile bonke abaselisha nawe.
Funda Izenzo zabapostile 27
Share
Compare All Versions: Izenzo zabapostile 27:23-24
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos