owati efikile nje, nofefe LUKATIXO elubonile, wavuya, wabayala bonke ukuba mabati ngemvume yentliziyo banamatele KWINKOSI. Ngokuba ebeyindoda elungileyo, ezele NGUMOYA OYINGCWELE nalukolo. Saza isihlwele esikulu songezelelwa KWINKOSI.
Funda Izenzo zabapostile 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Izenzo zabapostile 11:23-24
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo