UMSEBENZI WABATHUNYWA 11:23-24

UMSEBENZI WABATHUNYWA 11:23-24 XHO96

Akuba efikile khona, wabubona ububele bukaThixo ebantwini; waza wavuya wabalúleka bonke ukuba bathembeke, banyaniseke eNkosini ngeentliziyo zabo zonke. UBharnabha wayeyindoda elungileyo, ezele nguMoya oyiNgcwele nalukholo. Abantu abaninzi bazinikela eNkosini