YAZI kanjalo oku, okokuba emihleni yokugqibela iya kuza kubako imihla enzima. Ngokuba abantu beya kuba ngabazitandayo, abatanda imali, abazidlayo, abaqanqalazayo, abagxeki, abangevayo abazali, abangenakubulela, abangenabungcwele, abangenalutando lwokuvela, abangaxoliseki, abancetezi, abangenabunca̔tu, izibovubovu, abatiya abalungileyo, ingcatsha, injubaqa, abakukumele lir̔atshi, bengabatanda imihlali ngapezu kwokuba bangabatanda UTIXO; benaso isimilo sobubedesho, kodwa amandla abo bewakanyele: deda kubo abanjalo.
Funda Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:1-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo