ngako kaloku yenzani; ngokuba UYEHOVA etetile ngo‐Davide, esiti: Ngesandla sika‐Davide isicaka sam ndiya kusindisa abantu bam o‐Sirayeli esandleni sama‐Filistiya, nasesandleni sentshaba zabo zonke.
Funda Eyesibini ka‐Samyali 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyesibini ka‐Samyali 3:18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo