Waza u‐Davide wakela kona KUYEHOVA isibingelo, wanikela amadini okutshiswa neminikelo yoxolo. Ngako UYEHOVA wakungeleka ngenxa yelizwe, sada sanqamka isibulalo kwa‐Sirayeli.
Funda Eyesibini ka‐Samyali 24
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyesibini ka‐Samyali 24:25
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo