Eyesibini yezikronike 32:7-8

Eyesibini yezikronike 32:7-8 XHO1902A

Yomelelani nikalipe, ningoyiki, ningatuswa nokutuswa, ngenxa yokumkani we‐Asiriya, nangenxa yaso sonke isihlwele esinaye: ngokuba bebaninzi abanati pezu kwabanaye: yingalo yenyama enaye, kodwa NGUYEHOVA, UTIXO wetu, onati, ukuba asincede, nokuba alwe ukulwa kwetu. Bati abantu bayamela emazwini ka‐Hezekiya ukumkani wo‐Juda.