Eyesibini yezikronike 14:11
Eyesibini yezikronike 14:11 XHO1902A
Waye u‐Asa wabiza KUYEHOVA, UTIXO wake, wati: YEHOVA! asi nto kuwe ukunceda, nokuba ngabanamandla, nokuba ngabaswele amandla: sincede, YEHOVA, TIXO wetu! ngokuba sisayama kuwe, nangegama lako sizile ngakuso esisihlwele. YEHOVA! u NGUTIXO wetu wena; maingakwoyisi into engumntu.