Ngako u‐Heli wati ku‐Samyali: Yiya ulale pantsi; kwakuya kuti, nxa akubizayo, uya kwandul’ ukuti: Teta, YEHOVA! ngokuba isicaka sako sisiva. Waya u‐Samyali walala pantsi endaweni yake. Wandula weza UYEHOVA, wema, wabiza njengakuwo amanye amaxesha, esiti: Samyali, Samyali! Waza wati u‐Samyali: Teta; ngokuba isicaka sako sisiva.
Funda Eyokuqala ka‐Samyali 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyokuqala ka‐Samyali 3:9-10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo