Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 5:8-9

Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 5:8-9 XHO1902A

Qabukani, nilinde; kuba u‐Satane utshaba lwenu, njengayo ingonyama ekonyayo, ehambahamba, efuna lowo angamginyayo: oyena nimale nite nqi elukolweni, nisazi nje ukuba intlungu ezikwa zizo ziyafezwa kubo ubuzalwana benu obuselizweni.