Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 4:11

Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 4:11 XHO1902A

Osukuba eteta, makatete njengamazwi KATIXO; osukuba ekonza, makakonze njengokwobomelelo obubatyalwayo NGUTIXO: ukuze ezintweni zonke adunyiswe UTIXO ngaye u‐Yesu Kristu, okukokwake ubungcwalisa namandla kude kube ngunapakade kanapakade. Amene.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 4:11