Mna ndiyahamba ngendlela yomhlaba wonke: uze womelele, wenze njengendoda; uwugcine umyalezelo KAYEHOVA, UTIXO wako, ukuhamba ezindleleni zake, ukugcina imimiso yake, nemiyalelo yake, nezigwebo zake, nezinqi̔nelo zake, njengokuba̔liweyo emtetweni ka‐Mosesi: ukuze ulungiseke kuko konke okwenzayo, nalapo usukuba usinga kona; ukuze UYEHOVA aliqinise ilizwi owalitetayo ngam, esiti: Ukuba onyana bako baya kulumkela indlela yabo, ukuhamba ebusweni bam ngenyaniso, ngayo yonke intliziyo yabo, nangawo wonke umpefumlo wabo, akuyi kukunqamkela indoda (wabesitsho) pezu kweterone yakwa‐Sirayeli.
Funda Eyokuqala yokumkani 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyokuqala yokumkani 2:2-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo