Eyokuqala yokumkani 16:30

Eyokuqala yokumkani 16:30 XHO1902A

Waye u‐Ahabi unyana ka‐Omri wenza okukohlakeleyo emehlweni KAYEHOVA, ngapezu kwabo bonke abebepambili kuye.