Batandwa! ningakolwa ngomoya bonke, niti nibalinge omoya, ukuba bavela KUTIXO na: ngokuba abaprofite ababuxoki abaninzi bepumile bangena elizweni. Ngako oku niyamazi UMOYA KATIXO: Bonke omoya abavumayo u‐Yesu Kristu ukuba uzile enyameni bavela KUTIXO
Funda Eyokuqala incwadi ka‐Johane 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyokuqala incwadi ka‐Johane 4:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo