Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 7:3-4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 7:3-4 XHO1902A
Indoda mayinikele emfazini ububele obumfaneleyo; makenje njalo ke nomfazi endodeni. Umfazi akanamandla pezu kwowake umzimba, koko yindoda; kwa njalo ke nendoda ayinamandla pezu kwowayo umzimba, koko ngumfazi.