Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:12-13

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:12-13 XHO1902A

Ngokuba kuyinto nina kum ukuba nabapandle ndibagwebe? Abapakati anibagwebi na nina? Kodwa abapandle UTIXO uyabagweba. Ize nikwelelise lomntu okohlakeleyo kwa kuni nina.