UZAKARIYA 9:9

UZAKARIYA 9:9 XHO96

Vuya ngenene, ntombindini inguZiyon! Danduluka, wena ntombi inguJerusalem! Khangela, ukumkani wakho uza kuwe enobulungisa, engumoyisi, ethobekile, ekhwele idonki, nditsho ithole, inkonyane yedonki.