KWABASEROMA 5:3-4

KWABASEROMA 5:3-4 XHO96

Ngaphezu koko, siqhayisa nangeembandezelo ezi, sisazi nje ukuba iimbandezelo zisiqhelisa ukunyamezela. Ke ukunyamezela kubonisa ukuba sicikidekile. Ukucikideka ke kudala ithemba.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KWABASEROMA 5:3-4