Amasalela abantu abasindayo kweso sibetho akazange ahlukane nezithixo awayezenzele. Akazange ayeke ukunqula iindimoni nezithixo ezaziqingqwe ngegolide nesiliva nobhedu, amatye nangomthi, izinto ezazingenako nokubona nokuva nokushukuma oku. Akazange azisole nokuzisola ngobugebenga, nobugqwirha, ukurheletya, nobututu bawo.
Funda ISITYHILELO 9
Share
Compare All Versions: ISITYHILELO 9:20-21
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos