IINDUMISO 55:16-17
IINDUMISO 55:16-17 XHO96
Kambe ke ndibhenela kuThixo. Ewe, *uNdikhoyo uya kundihlangula. Kusasa emini nangokuhlwa ndithiwe mbende ngumva-ndedwa; saye ke isililo sam sinyukela kuye, futhi ke uza kundiphulaphula.