Njengenxala elikhothekileyo kukunxanwa nam ndikwanjalo ukukulangazelela wena, Thixo. Ewe, intliziyo yam iyakulangazelela, Thixo, nditsho wena Thixo ophilayo. Yaz'ba koda kube nini na ukuze ndide ndibe nonxibelelwano nawe, Thixo?
Funda IINDUMISO 42
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINDUMISO 42:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo