Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

IINDUMISO 14:2-3

IINDUMISO 14:2-3 XHO96

Ke yena *uNdikhoyo ubabukele abantu; uhlel' ezulwini efuna ukuqonda ukuba ngaba sikho na isilumko, nditsho ofuna ukunqula uThixo. Kambe ke bonke bemkile, xa bebonke bonakele; kuba akakho olungisayo, nditsho nokuba abe mnye.