IINDUMISO 133

133
Ukuhlala kwezalamane ngemvano
Iculo likaDavide; lelabahambi.
1Khawukhangele ukubukeka nomkhitha
wokuhlala kwezalamane ngemvano!
2Kunjengesiqholo esigalelwe entloko,
esihla ngeendevu zika-Aron,
side sithi xhaxhe ngomphetho wengubo yakhe.
3Kufana nombethe entabeni iHermon,
lowo ulala kwiinduli zeZiyon.
Kulapho *uNdikhoyo awafumbe khona amathamsanqa
nobomi obungaphele ndawo.

Currently Selected:

IINDUMISO 133: XHO96

Qaqambisa

Share

Copy

None

Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena