IZAFOBE 21:2

IZAFOBE 21:2 XHO96

Zonke iindlela zomntu zibonakala zilungile kwawakhe amehlo, kanti ke nguNdikhoyo oyibeka esikalini intliziyo yomntu.