wathi: “Mfundisi, owona myalelo mkhulu emthethweni nguwuphi?” Waza uYesu wathi: “ ‘Uze uyithande iNkosi uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela, nangomphefumlo wakho uphela, nangengqondo yakho iphela.’ Nguwo lowo owokuqala nomkhulu umthetho.
Funda UMATEWU 22
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UMATEWU 22:36-38
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo