Ndiboniseni imali ekurhafwa ngayo.” Bayizisa ke, waza wathi kubo: “Ngokabani lo mfanekiso neli gama?” Bathi kuye: “NgokaKhesare.” Waza uYesu wathi kubo: “Ke, nikani uKhesare okufanele uKhesare, ninike uThixo okufanele uThixo.”
Funda UMATEWU 22
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UMATEWU 22:19-21
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo