Waza wathi kubo: “Luphi na ukholo lwenu?” Bona ke babesoyika, bemangalisiwe, besithi omnye komnye: “He bethu, ngumntu onjani lo ude alulanyelwe ngumoya nangamanzi!”
Funda ULUKA 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: ULUKA 8:25
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo