Uyabona, uza kumitha, uzale unyana, umthiye igama *elinguYesu. Yena uya kuba mkhulu, abizwe ngokuba nguNyana kaPhezukonke. INkosi uThixo iya kummisela abe ngukumkani kwaDavide uyise, ayilawule indlu kaYakobi kude kube ngunaphakade, nolawulo lwakhe lungaze luphele. ”
Funda ULUKA 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: ULUKA 1:31-33
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo