UNdikhoyo wathi kuye: “Lo mthi uwukhathalele ngani, ungakhange ubulaleke nje ngawo, futhi ungakhuliswanga nanguwe? Lo mthi ukhule ngobusuku, wabuya wafa kwangobusuku. Ke, uthi kukangakanani kum mayela nesi sixekokazi siyiNiniva? Uthi mandingavelani naso ngoku sinabantu abangaphezu kwekhulu elinamashumi amabini lamawaka, abangekawazi umahluko phakathi kwesandla sasekunene nesasekhohlo, kwakunye ke nemfuyo eninzi?”
Funda UJONA 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UJONA 4:10-11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo