Akuba etshilo wadanduluka wathi: “Lazaro, phuma engcwabeni!” Waphuma umfi, izandla neenyawo zithandelwe ngamalaphu elinen, ubuso bujikelwe ngeqhiya. Wathi kubo uYesu: “Mkhululeni, nimyeke ahambe.”
Funda UYOHANE 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYOHANE 11:43-44
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo