Ndibhekise kubani? Ngubani owondiphulaphula, abamkele ubungqina bam? NingamaSirayeli alukileyo, ukanti iindlebe zenu zivalekile, aniva tu! Kubo ilizwi likaNdikhoyo lisisinyeliso; abalikhathalele nganto.
Funda UJEREMIYA 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UJEREMIYA 6:10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo