“Uze ungoyiki, wena sicaka sam Yakobi; ungaxhalabi, wena Sirayeli. Uyabona, ndiya kukuhlangula, ndikuphuthume kuloo ndawo ikude apho ungumthinjwa khona, wena nenzala yakho, abuye uYakobi azole, onwabe, angoyikiswa mntu.
Funda UJEREMIYA 46
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UJEREMIYA 46:27
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo